Chuma-Faas-Rhyno-Smith450

Masiluvuyele utshintsho

Kuleveki iSaru yazise ngomgaqo sisekowabo omtsha ozakuqinisekisa ukuba abadlali bebala kuyangxamiseka into yokuba bathathe izikhundla embhoxweni. Into inye efunwa nguSaru yinto yokokuba kuvele kakuhle inani labebala kwiSpringboks nasemaqeleni ukwenzela nook isiqingatha sabadlali ebengabebala. Kudala ke yayingxaki kelomba embhoxweni wethu kwaye nasemphakathini . Abanye ke bathi abantu mabakhethwe ngamava hayi ngombala. […]

VC-refs450

Witkaart of wit vlag?

‘n Gegewe in die Varsitybekerkompetisie is dat daar een of ander vorm van reaksie gaan wees op enige nuwe idees. Gaan kyk maar wat in die laaste (amper) dekade gebeur het. As daar nie klagtes was oor sekere universiteite se gebrek aan ‘ingeskrewe studente’ nie, was daar die witkaarte, geelkaarte, […]

Maties vs Pukke

Andiyondoda ebhejayo

Iveki yokuqala yeSuoer Rubgy kwaye inoba zipeyile iibookies emhlabeni. Abo kebacinga iiCrusders,Sharks, Bulls and Waratahs bayazisola kodwa abo benze ngakumbi baviswe kamnandi. Ngubani ke obenokucingela ukuba abadlalela ekhaya bangadlala kakubi ngoku wonke umntu ejonge bona? Kwaye bebethandwa. Hayike xa wenauyichanile icacile ukuba ikhona into enkulu thina magqala ombhoxo esingayaziyowena oyaziyo. […]

Tuks-maul450

Rom Rom Rom, die rolmaal kom

Feit: Hierdie Varsitybeker gaan die beste ooit wees. Feit: Hierdie jaar gaan name en karakters oplewer wat binnekort huishoudelik gaan word. Nee, ek probeer nie profeet speel of slim wees nie, maar nà twee weke van skitterende rugby deur ‘n verskeidenheid spanne is dit duidelik dat ons ‘n baie goeie […]

James-Small450

Afrigters grys, ondersteuners flou

En daar gaan ons wragtag nog ‘n kerf hoër op die opwindingskaal. Hartpille vir die ondersteuners en haarkleursjampoe vir die afrigters is al klaar op die inkopielys en dit was maar Week Een. ‘n Mens kan jou amper nie indink dat, nà al die dramas van verlede jaar se finaal, […]

Mohoje-Wits.jpg450

Intsomi isaqhubeka

Maninzi amabali aphele kakuhle apha kubadlali abe manabedlula apha kuleVarsity Cup kwaye ngoku sebengabadlali ababhatalwayo. Kuwo wonke ke akho elogqitha elika Teboho ‘Oupa’ Mohoje. Kulonya uphelileyo uqale ukudlalela iSpringboks xa ziqobisana ne Australia eNewlands kwadlula nje iveki wagqwesa xa bedlala neAll Blacks okokuqala ziqale ukuqeqeshwa nguHeyneke Meyer ngo 2012. Ukhenkethile […]

Copyright © 2014. All rights reserved.

Back to Top